kwaxhos-ikhaya-lam
Yintoni inkululeko
(
31/05/2010
posted in:
IMIBONGO
)
Yintoni inkululeko? Ngokwenene Yintoni inkululeko......... Kudala ndizibuza,andiphelelanga kuwetyisa,kodwa ndibuzile nakwizazi, ndifuna ukwazi,ngokwenene yintoni na inkululeko? Ndinenkolo,nkolo
...
ubukhoboka bomphefumlo
(
31/05/2010
posted in:
IMIBONGO
)
Asinyama yodwa efuman'ubukhoboka. Kodwa nomphefumlo. Izabatha endizakhelwe ngabo bendiba basenyongweni, Intlungu endiyifumene ngokulahlekelwa ngabo ndibathandayo, Ubumnyama balendlela
...
Ilahleko
(
31/05/2010
)
Lendlel'ibenzima Ndasisibhadu-bhadu, Esibhadula nje ndingaboni nalondlela. Lonto Ingqiqo yam,ubom bam Bushiy'ilahleko..................x2 Bendilithemba kwimbedlenge zasemathileni,onk'amehlo abo
...
kwiliso lengqondo kumnyama
(
31/05/2010
posted in:
IMIBONGO
)
kwiliso lengqondo kumnyama Ndiphakathi kwamadabi andithandabuzisayo,andibangel'ukoyika. Ndixinekile,ndihamba phakathi kwenzima Izabatha eziyenza nzima lehambo ndiyi hambayo. Ngokwengcinga
...
Overview
Blog
: imbongi-zakwaxhosa,kunye nababhali
Category
:
Poetry
Description
: Mandithathe elithuba ndinamkele nina nonke zimbedlenge zasemzXhoseni.Mandinazise kaloku ukuba eligumbi,lomzi wakwaXhosa kulapho sityebiselana khona ngolwazi,ukususela kwimo yentlalo yakwaxhosa,ukuya kwimibongo.Ndithetha nawe nje ndiphezu kophando nzulu malunga ngezinto ezithile ngalomzi wakwaXhosa,kaloku xa utyebisela abantu kufuneka uze nencaza etyebileyo.Ndiyanamkela zidwesha,ndithi khanibe nirhabula kulebhekile siyiselayo.Ndisatshaya
Share this blog
Back to homepage
Contact
Create a blog
Last articles
Yintoni inkululeko
ubukhoboka bomphefumlo
Ilahleko
kwiliso lengqondo kumnyama
Imbongi zibhalele wena,nam.Funda mfundi
Imbongi zosiba zakwaXhosa
Phantsi ngoqhomfo!!!
Amanzi nombane yimpilo!!!
Imfundo ubom
INyange lesihobe,nemibonga!!!
Complet list
Calendar
May 2010
M
T
W
T
F
S
S
1
2
3
4
5
6
7
8
9
10
11
12
13
14
15
16
17
18
19
20
21
22
23
24
25
26
27
28
29
30
31
<<
<
>
>>
Newsletter
Subscribe to newsletter
An error occurred. Please try again later.
Notifications of article posting
Blog newsletters
Create your blog for free on
over-blog.com
-
Contact
-
Terms of Service
-
Earn Royalties
-
Report abuse