Overblog
Follow this blog Administration + Create my blog

wandiphoxa ndikunika uthando

Ndakunika intliziyo yam ezele uthando, wadlala ngayo. Ndanikela ngobom bam kuwe, wadlala kwangabo, bafika ompokotho zifumileyo bemnka nawe. Wandishiya kwesinomhlwa, wandenza into yohlekisa, wayihlinza lentliziyo uyityakatya wayishiya igxiza izelamahlwili,...

Read more