Overblog
Follow this blog Administration + Create my blog

Phantsi ngoqhomfo!!!

Zivela ngokuvel'iziqhamo zikabhubhane, sizityala,ngokuzityala. Phofu maxa wambi, singaqondanga. Ze sivune oko kungancumisiyo. Kaloku siphila kwilizwe lenkululeko, ilowo nalowo uhamba ngayibonayo. Bawubek'umthetho woqhomfo lwezisu kulutsha. Ngelabo bathi...

Read more

Amanzi nombane yimpilo!!!

Andingethandi ukuboph'amabande, kodwa ndingathanda ukuthezel'emnxebeni. Athi ke amaXhosa isikhwebu simnandi ngokuchubelana. Yiyo ke lonto ndisithi masijonge imvelaphi yethu, nto leyo iyokuth'isinced'ekubeni sizazi apho siyakhona. Mhla mnene,nditsho ke...

Read more

Imfundo ubom

Xa indlela uyibona ngena kuyo uxhabashile,Ewe ndiyazi kungenzeka ithi kanti awuyazi apho isingisele khona lendlela uyihambayo kodwa.Kodwa khawuthathe ithuba uyihambe kuba kaloku kungenzeka ithi kanti londlela iyokuthi idibanise kuleyo ubuzimisele ukuyihamba.Ingaba...

Read more

INyange lesihobe,nemibonga!!!

INyange lesihobe,nemibonga!!!

Usimbone"inyange lesihobe" ngomnye wabaculi gxebe imbongi ezithi zivakalise ngakumbi nangakumbi ngohlobo oluthile lomculo. mculo lowo uthi ubangele utshintsho kwingqiqo,nezenzo zontsundu. lomculo ke awukhethi bala nasithomo,umntwana,kunye nomdala bayawuthanda....

Read more

Lento ibubuntu ithetha ukuthini kuwe?

Yintoni ubuntu?..Lo ngumbuzo ovame ukubohlula abantu ekubeni bawuphendule.Ukubonakalisa ukudideka kwabo,xa umntu ewuphela,usuke awuse kwinguqulelo yolwimi lwasemzini athi "ubuntu it's humanity".Kum ke uyafana nqwa nokuthi inja "it's a dog"nalapho ke awukayibhentsisi...

Read more