Tuesday 10 february 2009 2 10 /02 /Feb /2009 13:09
wamnkelekile Kwicandelo lesiXhosa,ngethemba lokuba uzokonwaba,kwaye ndiyathemba ukulungele ukwabelana ngolwazi,ngayo nantoni na enika umdla ngomzi kaXhosa,ndithetha imibongo,imidlalo,imvelaphi ndibala ntoni na.Zonke nje izinto ezinika umdla,singaxoxa nokuxoxa ngezinto ezidlumzi wakwaXhosa.Ndiyanamnkela mawethu ngesidima,nembeko yakwaxhosa.
By Cebo
hlomla sive mXhosa - View the 8 comments
Home

Overview

  • : imbongi-zakwaxhosa,kunye nababhali
  • imbongi-zakwaxhosa,kunye nababhali
  • : Poetry
  • : Mandithathe elithuba ndinamkele nina nonke zimbedlenge zasemzXhoseni.Mandinazise kaloku ukuba eligumbi,lomzi wakwaXhosa kulapho sityebiselana khona ngolwazi,ukususela kwimo yentlalo yakwaxhosa,ukuya kwimibongo.Ndithetha nawe nje ndiphezu kophando nzulu malunga ngezinto ezithile ngalomzi wakwaXhosa,kaloku xa utyebisela abantu kufuneka uze nencaza etyebileyo.Ndiyanamkela zidwesha,ndithi khanibe nirhabula kulebhekile siyiselayo.Ndisatshaya
  • Share this blog
  • Back to homepage
  • Contact

Create a blog

Calendar

June 2012
M T W T F S S
        1 2 3
4 5 6 7 8 9 10
11 12 13 14 15 16 17
18 19 20 21 22 23 24
25 26 27 28 29 30  
<< < > >>
Create your blog for free on over-blog.com - Contact - Terms of Service - Earn Royalties - Report abuse