Overblog
Follow this blog Administration + Create my blog

nam ndinalo ilungelo

Category : Comedy,drama & cultural Theme: xxxxxxxxxxxxxxxxxxxxxxxxxxxxxxxxxxxxxxxxxxxxxxxxxxxxxxxxxxxxxxxxx Lo ngumdlalo weqonga oveza indlela athi asingelwe phantsi ngayo amalungelo abantwana,nto leyo ithi yenze nzima ekubeni baveze ezabo imbono,esinye...

Read more

amazw'enkuthazo ngothando

Yintoni uthando,ngokwezam imbono ndicinga ukuba uthando olu sisipho esivela kuThixo,esityalwe ngaphakathi emazantsi entliziyo yomntu.Abantu abanzi bavame ukufuna ukthandwa okanye uthando yeyona nto bayikhangelayo,phofu ke wonke ubani uyafuna ukuthandwa,kwaye...

Read more

Ndiyathanda ukukuthanda!!!

Ndiyaluthand'uthando. Ndiyathemba kunjalo nakuwe. Kodwa eyona nto ndiyithanda ukwedlula zonke, kukuthanda wena. Ndaqal'ukuthanda ngomzuzu wokuqala, ndiqal'ukubona. Intliziyo yam,yathi yandixelela lukhulu ngawe. Ndakutyala ezantsi emathunjini entliziyo...

Read more

masihleke

Category : Comedy Theme: My Boss, it’s my mnumzana (Apha uvula umkhusana uBoss mnumzana ekwigumbi lakhe phofu ke xa uqala ukungena kulomzi mvelisi wamakhandlela,ungazibona sele ungenile kwigumbi lika Boss mnumzana,kuba akukho nto ibonakalisa ukuba kwelicandelo...

Read more