Overblog
Follow this blog Administration + Create my blog

amazw'enkuthazo

Maxa wambi sithi xa izinto zingahambi ngokuthanda kwethu sivakale sizibuza imibuzo engenako ukuphenduleka.Phofu akuba ayinako ukuphenduleka ntonje kuzoko sihamba kwindlel'emxinwa,kwaye kugqubinkugu kwindlela leyo,eminye yemibuzo esithi sivame ukuzibuza...

Read more

saphel'isizw'esintsundu

saphel'isizw'esintsundu

Sibheka phi na isizwe? Lo ngumbuzw'endiwutya ndiwulale , kodw'andifumani mpendulo. Alwil'amagokra elwel'inkululeko, liphalel'igazi lomzontsundu,kufelw'isizw'esintsundu. Bayifumene lonto abathe bayibiza ngokuba yinkululeko Kodw'andiboni nkululeko ngaphandle...

Read more

le yincwad'engaphelelanga

UMBONISO WOKUQALA (Uvula umkhusane uNomhle ehleli nonina uNomvula.UNomvula uyala intombi yakhe njengoko isenza ibanga layo leshumi kwaye sekumbovu ekubeni unyaka uphele, ngoko ke uNomvula upha intombi yakhe umphako ongasayi kubola) Nomvula Nomhle, Nomhle...

Read more

Buphi na ubunye?

Buphi na ubunye?

lwaphelela phi na uthando? Batshona ngaphi na ubunye?, nditheth'ukuzingca nokuzithanda? Ngaba lo bhubhane uzalwa yintoni na? Ngaba lenkohlakalo izalwa yintoni na?. Kutheni sibulalana kwasodwa nje? gabula mfo kaWelile Shasha xa esithi Ma Afrik'amahle,...

Read more

Ndiyabulela mama

Ndiyabulela mama

mama!! uqaqambil'okwentyatyamb'edlelwen'entwasa hlobo. umhlokwelanga lehlobo. Nditheth'ikhwezi xa liyokutshon'ekuzeni kusa. Umhl'okweguzu liphum'ekhasini, Ifuthe lakho liyavakala naxa ungekho. Ndinebhongo nelunda ngawe, kuba wandinik'imbewu, yona leyo...

Read more

NDIYAZINGCA NGAWE

NdingumXhos'ozingcayo ngobumna. Ndinuthando,uthemba kulowo ndimthandayo. Ninumkhuseli kwimikhuhlane yeli lizwe, ndiyazingca ngalowo ndimthandayo. Ndinothan'olungatshitshiyo, elatyalwa entliziyweni ngulwo wandidalayo, kulapho ubutyevi bam ndibugcine khona....

Read more

Welcome to Overblog!

Welcome to Overblog!

wamnkelekile Kwicandelo lesiXhosa,ngethemba lokuba uzokonwaba,kwaye ndiyathemba ukulungele ukwabelana ngolwazi,ngayo nantoni na enika umdla ngomzi kaXhosa,ndithetha imibongo,imidlalo,imvelaphi ndibala ntoni na.Zonke nje izinto ezinika umdla,singaxoxa...

Read more